Argief vir 'Artikels in Xhosa' Kategorie

Izakhiwo ezintsha eziyinxalenye yeZiko leeLwimi

Geplaas op 16/04/2018 · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Jongste nuus, Nuutste nuus geplaas

IOfisi yomLawuli, iLebhu yokuFunda, iLebhu yokuBhala, iLebhu yokuNxibelelana, iLebhu yokuFunda uLwimi neeNkonzo zeeLwimi ziqale u-2018 kwindawo entsha eStellenbosch. Ngenxa yezizathu zolungiselelo lwenkxaso, iKlinikhi yoNcedo.. Lees meer

UBlack Panther uqiqiza eciciza okoko

Geplaas op · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Nuutste nuus, Ons tale geplaas

Kukho iindaba ezimbi nezimnandi. Ezimbi zezokuba awungekhe uye eWakanda uyokuchitha ikhefu. Ezimnandi zona zezokuba ungalufunda ulwimi lwaseWakanda ngoncedo lweZiko leeLwimi. Ukuba awuzithandi iimuvi ezingamakroti,.. Lees meer

Iitoliki zizinikezele kangange-110% kumboniso we-100% Stellenbosch

Geplaas op · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Nuutste nuus geplaas

Kungathini na ukuba iinkcukacha-manani bezinobuso? Lowo ngumbuzo obunqwanqwada iprojekthi i-100%, neyaqala kwiminyaka elishumi eyadlulayo eJamani. Le projekthi ijolise ekuboniseni esidlangalaleni abantu abalikhulu abavela kummandla.. Lees meer

Itsunami yalapha yeencwadi zosuku lwezizwe lobuChule bokuFunda nokuBhala

Geplaas op 20/11/2017 · In Artikels in Xhosa, Dialogos geplaas

Kulo nyaka ngomhla we-11 kuSeptemba, iLebhu yokuFunda yeZiko leeLwimi yasungula itsunami yeencwadi phaya eNeelsie (iZiko labaFundi, iLangenhoven) ngenjongo yokubhiyozela uSuku lweZizwe lobuChule bokuFunda nokuBhala… Lees meer

Iziko leeLwimi lishukumisa amaz’omoya neMFM

Geplaas op · In Artikels in Xhosa, Dialogos geplaas

“Zithini iindaba?” “Lumkela imvakalo-zwi yakho.” Kanti “Ungalibal’ ukutyisa iinkukhu zakho!” Eli liqaqobana lemingeni abasasazi beMFM ekuye kwafuneka bejongene nayo kutsha nje xa bebe kwikhosi.. Lees meer

Ukuvumelanisa ukwenza okusemgangathweni nokwenza uphela-sonwabe

Geplaas op · In Artikels in Xhosa, Dialogos geplaas

Enye into eyenza ukuba umntu abonakale engumhleli okanye umguquli oyingcaphephe kukwazi ukuqonda ukuba ungenziwa njani owona msebenzi usemgangathweni ngexeshana nje elingephi. Kwaye ukuze kwenzeke.. Lees meer

Kutheni kumele usebenzise umguquli oqeqeshiweyo nje? 

Geplaas op 21/08/2017 · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Jongste nuus, Nuutste nuus, Skryfwenke geplaas

Unombhalo ophucukileyo, ogqibeleleyo ongabelana ngawo nabafundi bakho – kwaye kufuneka ubekho ngeelwimi ezininzi. Ungacela ugxa wakho olwimi-mbini ukuba awuguqule (yibamb’ apho), okanye ungacela umguquli.. Lees meer

Likhulu leminyaka ubudala!

Geplaas op · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Jongste nuus geplaas

Uhlelo lwe-11, oluhlaziyiweyo nolubanzi lweAfrikaanse Woordelys en Spelreëls (efinyezwa njenge-AWS), sisihloko esithetha ‘uluhlu lwamagama nemigaqo yopelo lwesiAfrikaans’, luthe lwapapashwa ekuqaleni kukaAgasti kulo nyaka. I-AWS.. Lees meer

Iityesi zeencwadi ziyolisa abantwana

Geplaas op 12/06/2017 · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Jongste nuus geplaas

Kupapasho lokugqibela leDialogos, sachaza indlela iqebengwana elinebhurevosi esinganegalelo ngayo kwiphulo losetyenziso lweelwimi ezininzi. Ngoku sichaza umgama osele uhanjwe yiloo projekthi. Ngomhla wama-20 kuEpreli, iVriende.. Lees meer

Amandla akhuselayo obulwimi-mbini

Geplaas op · In Artikels in Xhosa, Dialogos, Ons tale geplaas

Yunivesiti ithile yase-Ithali yaxilonga iingqondo zamaqela ngamaqela abantu abaphethwe sisifo sokulahlekelwa yinkumbulo nesaziwa njenge-Alzheimer’s, oko kusenziwa njengenxalenye yophononongo. Isiqingatha kwabo bantu sasilwimi-mbini, ngeli lixa.. Lees meer